Ushishino norhulumente

Sifanele sent a message to .

To
 
From
Sifanele
Subject
Ushishino norhulumente
Date
Jan. 26, 2026, 1:08 p.m.
Dear Portfolio Committee on Agriculture,
Igamalam ndingu Sufanele Tyabula.
Bendizama uku register at CSD Kkuba ndingumntu obawela ukuziqalela ishishini lam. Andikwazi uku register kuba ndisebenzela urulumente (eskom). Isizathu sokuba ndibawele ukuqala ishishini lam elisecaleni kuba umrholo wam awuzoneli izidingo zam kuba ndinosapho. Ndcela ukubuza ngaba ayikhona enye indlela ngokomthetho endivumelayo ukuba ndene ishishini kwaye ndibe ndingazukusebenzisana norhulumente okanye ndingazusebenzisana amaqumrhu karhulument.

Ndingayivuyela impendulo yenu enkosi
Ozithobileyo Tyabula
tyabula@gmail.com/0731942036

Future replies will be published here.